IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • ABagwebi 7:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 Ngalo lonke elo xesha baqhubeka bemile ngamnye endaweni yakhe macala onke enkampini, kwaye babaleka bonke ababesenkampini, bakhwaza, basaba.+

  • 2 Kumkani 7:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 UYehova wabangela ukuba inkampu yamaSiriya ive+ isandi seenqwelo zokulwa, isandi samahashe, isandi somkhosi omkhulu wamajoni,+ kangangokuba athi omnye komnye: “Khangela! Ukumkani wakwaSirayeli usiqeshele ookumkani bamaHiti+ nookumkani baseYiputa+ ukuba basihlasele!”

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share