Eksodus 14:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Waqhubeka ewatoncula amavili eenqwelo zawo, aziqhuba nzima;+ aza athi amaYiputa: “Masisabe ebusweni bukaSirayeli, kuba ngokuqinisekileyo uYehova uyawalwela kumaYiputa.”+ Duteronomi 28:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 “UYehova uya kuzoyisa phambi kwakho iintshaba zakho ezikuvukelayo.+ Ziya kuphuma zisiza kuwe ngandlela-nye, kodwa ziya kusaba phambi kwakho ngeendlela ezisixhenxe.+ 2 Kumkani 7:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ngoko nangoko asukuma aza asaba ukutshona kwelanga+ eshiya iintente zawo namahashe awo+ namaesile awo—inkampu injengoko yayinjalo—asaba nemiphefumlo yawo.+
25 Waqhubeka ewatoncula amavili eenqwelo zawo, aziqhuba nzima;+ aza athi amaYiputa: “Masisabe ebusweni bukaSirayeli, kuba ngokuqinisekileyo uYehova uyawalwela kumaYiputa.”+
7 “UYehova uya kuzoyisa phambi kwakho iintshaba zakho ezikuvukelayo.+ Ziya kuphuma zisiza kuwe ngandlela-nye, kodwa ziya kusaba phambi kwakho ngeendlela ezisixhenxe.+
7 Ngoko nangoko asukuma aza asaba ukutshona kwelanga+ eshiya iintente zawo namahashe awo+ namaesile awo—inkampu injengoko yayinjalo—asaba nemiphefumlo yawo.+