IMizekeliso 16:33 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 33 Iqashiso liphoswa esondweni lengubo,+ kodwa sonke isigqibo sivela kuYehova.+ Yona 1:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Bathi omnye komnye: “Yizani, senze amaqashiso,+ ukuze sazi ukuba kungenxa kabani na sisehlelwa yile ntlekele.”+ Kwaye baqhubeka besenza amaqashiso, yaye ekugqibeleni iqashiso laphuma noYona.+
7 Bathi omnye komnye: “Yizani, senze amaqashiso,+ ukuze sazi ukuba kungenxa kabani na sisehlelwa yile ntlekele.”+ Kwaye baqhubeka besenza amaqashiso, yaye ekugqibeleni iqashiso laphuma noYona.+