1 Samuweli 19:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Wandula ke uSawule walithobela ilizwi likaYonatan, waza uSawule wafunga wathi: “Njengoko ephila uYehova,+ akayi kubulawa.” 1 Samuweli 28:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Ngoko nangoko uSawule wamfungela ngoYehova, esithi: “Ephila nje uYehova,+ akuyi kuhlelwa lityala lemposiso kulo mbandela!”
6 Wandula ke uSawule walithobela ilizwi likaYonatan, waza uSawule wafunga wathi: “Njengoko ephila uYehova,+ akayi kubulawa.”
10 Ngoko nangoko uSawule wamfungela ngoYehova, esithi: “Ephila nje uYehova,+ akuyi kuhlelwa lityala lemposiso kulo mbandela!”