IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Samuweli 14:39
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 39 Kuba njengoko uYehova, onguMhlanguli kaSirayeli, ephila, kwanokuba sikuYonatan unyana wam, kanti uya kufa ngokuqinisekileyo.”+ Kodwa akukho bani wamphendulayo ebantwini bonke.

  • Isaya 48:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 48 Yivani oku, ndlu kaYakobi, nina nizibiza ngegama likaSirayeli+ nabo baphume kuwo amanzi akwaYuda,+ nina bafunga ngegama likaYehova+ nabo bakhankanya uTHIXO kaSirayeli,+ kungekhona ngenyaniso nangobulungisa.+

  • Yeremiya 44:26
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 26 “Ngoko ke liveni ilizwi likaYehova, nonke maYuda ahlala kwilizwe laseYiputa,+ ‘“Yabonani, ndifunga igama lam elikhulu,”+ utsho uYehova, “ukuba igama lam aliyi kuba sabizwa ngomlomo wakhe nawuphi na umntu wakwaYuda,+ esithi, ‘Ephila nje uYehova iNkosi enguMongami!’+ kulo lonke ilizwe laseYiputa.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share