IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Numeri 10:29
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 29 Wandula ke wathi uMoses kuHobhabhi unyana kaRehuweli+ umMidiyan, umkhwe kaMoses: “Siyanduluka siya endaweni athe ngayo uYehova, ‘Ndiya kuninika yona.’+ Hamba nathi, yaye ngokuqinisekileyo sokwenzela okulungileyo,+ ngokuba uYehova uthethe okulungileyo ngoSirayeli.”+

  • Numeri 10:32
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 32 Ukuba uthe wahamba nathi,+ kothi ngokokulunga asenzela kona uYehova, senjenjalo ukukwenzela okulungileyo nawe.”

  • Numeri 24:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 Akuwabona amaKeni,+ waqhubeka ethetha ngomzekeliso esithi:

      “Iluqilima indawo yakho yokuhlala, yaye uyimise engxondorheni.

  • ABagwebi 1:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 Yaye oonyana bomKeni,+ uMoses awayengumkhwenyana wakhe,+ baphuma esixekweni semithi yesundu+ noonyana bakaYuda baya kwintlango yakwaYuda, esemzantsi weAradi.+ Baza bahamba baya kuhlala nabantu.+

  • ABagwebi 4:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 UHebheri+ umKeni wayezahlule kumaKeni,+ koonyana bakaHobhabhi, uMoses awayengumkhwenyana wakhe,+ yaye wayemise intente yakhe kufuphi nomthi omkhulu waseTsananim, eseKedeshe.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share