1 Samuweli 13:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 USamuweli wathi kuSawule: “Wenze ngobudenge.”+ Akuwugcinanga umyalelo+ kaYehova uThixo wakho akuyalele wona,+ ngenxa yokuba, ukuba ubuwugcinile, uYehova ngebuqinisile ubukumkani bakho phezu koSirayeli ukusa kwixesha elingenammiselo. 1 Samuweli 15:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Yiya ke, umxabele uAmaleki+ uze umtshabalalise+ kunye nako konke anako, yaye umele ungabi namfesane kuye, kwaye umele uwabulale,+ indoda kwakunye nomfazi, umntwana kwakunye nowanyayo,+ inkunzi yenkomo kwakunye nemvu, inkamela kwakunye ne-esile.’”+
13 USamuweli wathi kuSawule: “Wenze ngobudenge.”+ Akuwugcinanga umyalelo+ kaYehova uThixo wakho akuyalele wona,+ ngenxa yokuba, ukuba ubuwugcinile, uYehova ngebuqinisile ubukumkani bakho phezu koSirayeli ukusa kwixesha elingenammiselo.
3 Yiya ke, umxabele uAmaleki+ uze umtshabalalise+ kunye nako konke anako, yaye umele ungabi namfesane kuye, kwaye umele uwabulale,+ indoda kwakunye nomfazi, umntwana kwakunye nowanyayo,+ inkunzi yenkomo kwakunye nemvu, inkamela kwakunye ne-esile.’”+