1 Samuweli 15:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Wandula ke uSawule wathi kuSamuweli: “Ndonile;+ kuba ndiwugqithile umyalelo kaYehova namazwi akho, ngenxa yokuba ndoyike abantu+ ndaza ke ndathobela elabo ilizwi.
24 Wandula ke uSawule wathi kuSamuweli: “Ndonile;+ kuba ndiwugqithile umyalelo kaYehova namazwi akho, ngenxa yokuba ndoyike abantu+ ndaza ke ndathobela elabo ilizwi.