1 Samuweli 2:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Ukuba umntu uthe wona umntu,+ uThixo uya kumlamlela;+ kodwa ukuba umntu uthe wona uYehova,+ ngubani na owokumthandazela?”+ Kodwa babengaliphulaphuli ilizwi likayise,+ ngenxa yokuba uYehova ngoku wayezimisele ukubabulala.+ 2 Korinte 7:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Kuba ukuba buhlungu ngendlela yobuthixo kusingisa enguqukweni esa elusindisweni ekungekho kuzisola ngayo;+ kodwa ukuba buhlungu kwehlabathi kuvelisa ukufa.+ Yakobi 4:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Ngoko ke, ukuba ubani uyakwazi ukwenza okulungileyo kodwa angakwenzi,+ kusisono+ oko kuye.
25 Ukuba umntu uthe wona umntu,+ uThixo uya kumlamlela;+ kodwa ukuba umntu uthe wona uYehova,+ ngubani na owokumthandazela?”+ Kodwa babengaliphulaphuli ilizwi likayise,+ ngenxa yokuba uYehova ngoku wayezimisele ukubabulala.+
10 Kuba ukuba buhlungu ngendlela yobuthixo kusingisa enguqukweni esa elusindisweni ekungekho kuzisola ngayo;+ kodwa ukuba buhlungu kwehlabathi kuvelisa ukufa.+