1 Samuweli 11:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ekuhambeni kwexesha kwafika abathunywa eGibheya+ kuloSawule baza bawathetha la mazwi ezindlebeni zabantu, yaye bonke abantu baphakamisa ilizwi labo balila.+
4 Ekuhambeni kwexesha kwafika abathunywa eGibheya+ kuloSawule baza bawathetha la mazwi ezindlebeni zabantu, yaye bonke abantu baphakamisa ilizwi labo balila.+