1 Samuweli 15:35 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 35 USamuweli akazange ambone kwakhona uSawule kwada kwayimini yokufa kwakhe, ngenxa yokuba uSamuweli wazila+ ngenxa kaSawule. Yena ke uYehova, wazisola ngokwenza uSawule ukumkani kwaSirayeli.+ INtshumayeli 3:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 kukho ixesha lokulila+ nexesha lokuhleka;+ kukho ixesha lokwenza isijwili+ nexesha lokudloba;+
35 USamuweli akazange ambone kwakhona uSawule kwada kwayimini yokufa kwakhe, ngenxa yokuba uSamuweli wazila+ ngenxa kaSawule. Yena ke uYehova, wazisola ngokwenza uSawule ukumkani kwaSirayeli.+