1 Samuweli 15:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 “Ndiyazisola+ kuba ndibangele uSawule walawula njengokumkani, ngenxa yokuba uyekile+ ukundilandela, akawaphumeza namazwi am.”+ Kwambandezela oku uSamuweli,+ waza wakhala kuYehova ubusuku bonke.+
11 “Ndiyazisola+ kuba ndibangele uSawule walawula njengokumkani, ngenxa yokuba uyekile+ ukundilandela, akawaphumeza namazwi am.”+ Kwambandezela oku uSamuweli,+ waza wakhala kuYehova ubusuku bonke.+