Genesis 49:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Intonga yobukhosi ayisayi kusuka kuYuda,+ nomsimelelo womyaleli phakathi kweenyawo zakhe, ade afike uShilo;+ zize zithobele yena izizwana.+ 1 Samuweli 13:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Ke ngoku ubukumkani bakho abuyi kuhlala.+ Ngokuqinisekileyo uYehova uya kuzifumanela indoda evunyiweyo yintliziyo yakhe;+ yaye uYehova uya kuyimisela ibe yinkokeli+ phezu kwabantu bakhe, ngenxa yokuba akukugcinanga oko uYehova akuyalele kona.”+ INdumiso 78:70 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 70 Ngoko wakhetha uDavide umkhonzi wakhe+Wamthabatha kubuhlanti bomhlambi.+ INdumiso 89:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Ndifumene uDavide umkhonzi wam;+Ndimthambisile ngeoli yam engcwele,+ IZenzo 13:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Yaye emva kokumshenxisa,+ wabavelisela uDavide njengokumkani,+ lowo wanikela ubungqina ngaye wathi, ‘Ndifumene uDavide unyana kaYese,+ indoda evunyiweyo yintliziyo yam,+ oya kwenza zonke izinto endizinqwenelayo.’+
10 Intonga yobukhosi ayisayi kusuka kuYuda,+ nomsimelelo womyaleli phakathi kweenyawo zakhe, ade afike uShilo;+ zize zithobele yena izizwana.+
14 Ke ngoku ubukumkani bakho abuyi kuhlala.+ Ngokuqinisekileyo uYehova uya kuzifumanela indoda evunyiweyo yintliziyo yakhe;+ yaye uYehova uya kuyimisela ibe yinkokeli+ phezu kwabantu bakhe, ngenxa yokuba akukugcinanga oko uYehova akuyalele kona.”+
20 Ndifumene uDavide umkhonzi wam;+Ndimthambisile ngeoli yam engcwele,+ IZenzo 13:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Yaye emva kokumshenxisa,+ wabavelisela uDavide njengokumkani,+ lowo wanikela ubungqina ngaye wathi, ‘Ndifumene uDavide unyana kaYese,+ indoda evunyiweyo yintliziyo yam,+ oya kwenza zonke izinto endizinqwenelayo.’+
22 Yaye emva kokumshenxisa,+ wabavelisela uDavide njengokumkani,+ lowo wanikela ubungqina ngaye wathi, ‘Ndifumene uDavide unyana kaYese,+ indoda evunyiweyo yintliziyo yam,+ oya kwenza zonke izinto endizinqwenelayo.’+