1 Samuweli 16:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ngako oko wathumela yaza yaziswa. Ke kaloku yayibubomvurha,+ umfana onamehlo amahle noyinzwana ngembonakalo. Wandula ke uYehova wathi: “Sukuma, mthambise, kuba nguye lo!”+ 2 Samuweli 2:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Andula ke eza amadoda akwaYuda+ aza amthambisa+ uDavide apho njengokumkani phezu kwendlu kaYuda.+ Amxelela uDavide, esithi: “Amadoda aseYabheshe-giliyadi ngawo awamngcwabayo uSawule.” INdumiso 89:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Ndifumene uDavide umkhonzi wam;+Ndimthambisile ngeoli yam engcwele,+
12 Ngako oko wathumela yaza yaziswa. Ke kaloku yayibubomvurha,+ umfana onamehlo amahle noyinzwana ngembonakalo. Wandula ke uYehova wathi: “Sukuma, mthambise, kuba nguye lo!”+
4 Andula ke eza amadoda akwaYuda+ aza amthambisa+ uDavide apho njengokumkani phezu kwendlu kaYuda.+ Amxelela uDavide, esithi: “Amadoda aseYabheshe-giliyadi ngawo awamngcwabayo uSawule.”