-
1 Samuweli 20:29INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
29 Uye waqhubeka wathi, ‘Ndindulule, nceda, ngenxa yokuba sinombingelelo wentsapho esixekweni, yaye ndiyalelwe ngumntakwethu kanye. Ke ngoko, ukuba ndifumene ukukholeka emehlweni akho, makhe ndimke, ndiyacela, ndiye kubona abantakwethu.’ Kungenxa yoko le nto angezanga etafileni yokumkani.”
-