1 Samuweli 21:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Kamva uDavide wafika eNobhi+ kuAhimeleki umbingeleli; uAhimeleki+ wangcangcazela akuhlangana noDavide waza ke wathi kuye: “Kutheni na ukuba ube wedwa, kungekho bani ukunye nawe?”+ Luka 8:37 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 37 Ngoko yonke inkitha evela kwimimandla yelizwe lamaGerasa yamcela ukuba emke kuyo, ngenxa yokuba yayibanjwe nkqi luloyiko olukhulu.+ Ngoko wakhwela isikhephe wemka.
21 Kamva uDavide wafika eNobhi+ kuAhimeleki umbingeleli; uAhimeleki+ wangcangcazela akuhlangana noDavide waza ke wathi kuye: “Kutheni na ukuba ube wedwa, kungekho bani ukunye nawe?”+
37 Ngoko yonke inkitha evela kwimimandla yelizwe lamaGerasa yamcela ukuba emke kuyo, ngenxa yokuba yayibanjwe nkqi luloyiko olukhulu.+ Ngoko wakhwela isikhephe wemka.