Yoshuwa 11:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Akakho ama-Anakim asalayo kwilizwe loonyana bakaSirayeli. Kuphela asala+ eGaza,+ eGati+ naseAshdode.+ 2 Samuweli 21:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Aba bobane babezalwa ngamaRefa eGati;+ yaye bawa ngesandla sikaDavide nangesandla sabakhonzi bakhe.+ 1 Kronike 20:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Aba ngabo babezalwa ngamaRefa+ eGati;+ yaye bawa+ ngesandla sikaDavide nangesandla sabakhonzi bakhe.
22 Akakho ama-Anakim asalayo kwilizwe loonyana bakaSirayeli. Kuphela asala+ eGaza,+ eGati+ naseAshdode.+
22 Aba bobane babezalwa ngamaRefa eGati;+ yaye bawa ngesandla sikaDavide nangesandla sabakhonzi bakhe.+
8 Aba ngabo babezalwa ngamaRefa+ eGati;+ yaye bawa+ ngesandla sikaDavide nangesandla sabakhonzi bakhe.