IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 91:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Kuba iingelosi zakhe uya kuzinika umyalelo ngawe,+

      Ukuba zikulinde ezindleleni zakho zonke.+

  • INdumiso 97:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Nina nithanda uYehova,+ kuthiyeni okubi.+

      Uyayilinda imiphefumlo yabanyanisekileyo bakhe;+

      Uyabahlangula esandleni sabangendawo.+

  • INdumiso 121:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  3 Akunakwenzeka ukuba avumele unyawo lwakho lutyibilike.+

      Akunakwenzeka ukuba Lowo ukulindileyo ozele.+

  • IMizekeliso 2:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 ngokugcina umendo womgwebo,+ kwaye uya kuyigcina indlela yabanyanisekileyo bakhe.+

  • Luka 1:79
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 79 ukuba kunikele ukukhanya kwabo bahleli ebumnyameni nasethunzini lokufa,+ ukwalathisa ngokuphumelelayo iinyawo zethu kwindlela yoxolo.”

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share