IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Samuweli 2:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  9 Ulinda iinyawo zabanyanisekileyo bakhe;+

      Ke bona abangendawo, bathuliswa ebumnyameni,+

      Kuba indoda ayingqineki yongamile ngamandla.+

  • INdumiso 91:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Ziya kukuthwala ngezandla zazo,+

      Ukuze ungabetheki ngonyawo lwakho kulo naliphi na ilitye.+

  • IMizekeliso 3:26
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 26 Kuba uYehova uya kuba yintembelo yakho,+ yaye ngokuqinisekileyo uya kulugcina unyawo lwakho ekuthinjweni.+

  • Luka 1:79
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 79 ukuba kunikele ukukhanya kwabo bahleli ebumnyameni nasethunzini lokufa,+ ukwalathisa ngokuphumelelayo iinyawo zethu kwindlela yoxolo.”

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share