Duteronomi 20:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Wothi kubo, ‘Yiva, Sirayeli, nisondele namhlanje ekulweni idabi neentshaba zenu. Mazingaphakuzeli iintliziyo zenu.+ Musani ukoyika niphakuzele okanye nityhwatyhwe ngenxa yazo,+ INdumiso 27:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Nangona kuya kumiswa inkampu nxamnye nam,+Intliziyo yam ayiyi koyika.+Nangona kuya kuvuka imfazwe nxamnye nam,+Kwanangoko ndiya kukholosa.+
3 Wothi kubo, ‘Yiva, Sirayeli, nisondele namhlanje ekulweni idabi neentshaba zenu. Mazingaphakuzeli iintliziyo zenu.+ Musani ukoyika niphakuzele okanye nityhwatyhwe ngenxa yazo,+
3 Nangona kuya kumiswa inkampu nxamnye nam,+Intliziyo yam ayiyi koyika.+Nangona kuya kuvuka imfazwe nxamnye nam,+Kwanangoko ndiya kukholosa.+