INdumiso 27:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Nangona kuya kumiswa inkampu nxamnye nam,+Intliziyo yam ayiyi koyika.+Nangona kuya kuvuka imfazwe nxamnye nam,+Kwanangoko ndiya kukholosa.+ Isaya 35:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Yithini kwabantliziyo zinexhala:+ “Yomelelani.+ Musani ukoyika.+ Yabonani! UThixo wenu uya kuza enempindezelo,+ enembuyekezo kaThixo.+ Uya kuza anisindise.”+ Isaya 41:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Musa ukoyika, kuba ndinawe.+ Musa ukubhekabheka, kuba ndinguThixo wakho.+ Ndiza kukuqinisa.+ Ndiza kukunceda ngokwenene.+ Ndiza kukubamba nkqi ngokwenene ngesandla sam sasekunene+ sobulungisa.’+
3 Nangona kuya kumiswa inkampu nxamnye nam,+Intliziyo yam ayiyi koyika.+Nangona kuya kuvuka imfazwe nxamnye nam,+Kwanangoko ndiya kukholosa.+
4 Yithini kwabantliziyo zinexhala:+ “Yomelelani.+ Musani ukoyika.+ Yabonani! UThixo wenu uya kuza enempindezelo,+ enembuyekezo kaThixo.+ Uya kuza anisindise.”+
10 Musa ukoyika, kuba ndinawe.+ Musa ukubhekabheka, kuba ndinguThixo wakho.+ Ndiza kukuqinisa.+ Ndiza kukunceda ngokwenene.+ Ndiza kukubamba nkqi ngokwenene ngesandla sam sasekunene+ sobulungisa.’+