INdumiso 44:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Kuba andizange ndiqhubeke ndikholose ngesaphetha sam+Yaye asilokrele lam elalindisindisa.+ Hoseya 1:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Kodwa indlu kaYuda ndiya kuyenzela inceba,+ yaye ndiya kuyisindisa ngoYehova uThixo wayo;+ kodwa andiyi kuyisindisa ngesaphetha okanye ngekrele okanye ngemfazwe, ngamahashe okanye ngabakhweli-mahashe.”+ Zekariya 4:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ngako oko yaphendula yaza yathi kum: “Lilo eli ilizwi likaYehova kuZerubhabheli, lisithi, ‘“Akungamkhosi wamajoni,+ kungengamandla,+ kodwa kungomoya wam,”+ utsho uYehova wemikhosi.
7 Kodwa indlu kaYuda ndiya kuyenzela inceba,+ yaye ndiya kuyisindisa ngoYehova uThixo wayo;+ kodwa andiyi kuyisindisa ngesaphetha okanye ngekrele okanye ngemfazwe, ngamahashe okanye ngabakhweli-mahashe.”+
6 Ngako oko yaphendula yaza yathi kum: “Lilo eli ilizwi likaYehova kuZerubhabheli, lisithi, ‘“Akungamkhosi wamajoni,+ kungengamandla,+ kodwa kungomoya wam,”+ utsho uYehova wemikhosi.