IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • ABagwebi 6:34
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 34 Yaye umoya kaYehova+ wamgubungela uGidiyon waza wavuthela isigodlo,+ kwaye ama-Abhi-ezere+ abizelwa ndawonye emva kwakhe.

  • ABagwebi 15:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Yena waya kufikelela eLehi, yaye amaFilisti akhwaza ngokugcoba akuhlangana naye.+ Kwaye umoya kaYehova+ wasebenza kuye, yaye iintsontelo ezazisezingalweni zakhe zaba ngathi yimisonto yelinen etshiswe ngomlilo,+ kangangokuba amakhamandela akhe anyibilika ezandleni zakhe.

  • Isaya 63:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Kanye njengoko isilo sisihla siye kwithafa elisentlanjeni, wona kanye umoya kaYehova wabenza baphumla.”+

      Ngaloo ndlela wabakhokela abantu bakho ukuze uzenzele igama elihle.+

  • IZenzo 10:38
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 38 ongulo, uYesu owayevela eNazarete, indlela uThixo awamthambisa ngayo ngomoya oyingcwele+ namandla, yaye walityhutyha ilizwe esenza okulungileyo kwaye ephilisa bonke abo bacinezelwe nguMtyholi;+ ngenxa yokuba uThixo wayenaye.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share