1 Samuweli 16:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Wandula ke uSawule wathumela abathunywa kuYese waza wathi: “Thumela kum uDavide unyana wakho, osemhlambini.”+ 1 Samuweli 16:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Ngaloo ndlela weza uDavide kuSawule waza wamnyamekela;+ wamthanda kakhulu, waba ke ngumphathi wezikrweqe zakhe.+
19 Wandula ke uSawule wathumela abathunywa kuYese waza wathi: “Thumela kum uDavide unyana wakho, osemhlambini.”+
21 Ngaloo ndlela weza uDavide kuSawule waza wamnyamekela;+ wamthanda kakhulu, waba ke ngumphathi wezikrweqe zakhe.+