IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 75:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 “Neempondo zonke zabangendawo ndiya kuzaphula.”+

      Iimpondo zamalungisa ziya kuphakanyiswa.+

  • INdumiso 89:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Kuba ububuhle bamandla abo;+

      Nangenkoliseko yakho uphondo lwethu luphakamile.+

  • Luka 1:69
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 69 Kwaye uye waluphakamisa uphondo+ losindiso lwethu kwindlu kaDavide umkhonzi wakhe,

  • IZenzo 4:27
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 27 Kananjalo, uHerode noPontiyo Pilato+ kunye nabantu beentlanga kunye nezizwana zakwaSirayeli ngokwenene babehlanganisene ndawonye kwesi sixeko nxamnye nomkhonzi wakho ongcwele+ uYesu, lowo wamthambisayo,+

  • IZenzo 10:38
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 38 ongulo, uYesu owayevela eNazarete, indlela uThixo awamthambisa ngayo ngomoya oyingcwele+ namandla, yaye walityhutyha ilizwe esenza okulungileyo kwaye ephilisa bonke abo bacinezelwe nguMtyholi;+ ngenxa yokuba uThixo wayenaye.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share