IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 4:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 akazange ambabale uKayin nomnikelo wakhe.+ Waza uKayin wavutha kakhulu ngumsindo,+ wakhangeleka ethe khunubembe.

  • IMizekeliso 14:30
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 30 Intliziyo ezolileyo ibubomi kumzimba wenyama,+ kodwa ikhwele likukubola emathanjeni.+

  • IMizekeliso 27:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Kukho inkohlakalo yomsindo, kukwakho nomkhukula womsindo,+ kodwa ngubani na onokuma phambi kwekhwele?+

  • Yakobi 3:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 Kuba apho kukho ikhwele+ nokusukuzana, kubakho isidubedube nabo bonke ububi.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share