1 Samuweli 19:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Ngenxa yoko uSawule wafuna ukumqhama nodonga+ uDavide ngomkhonto, kodwa waphepha+ wasuka phambi koSawule, ngokokuze umkhonto ubethe eludongeni. UDavide yena wasaba ukuze abaleke ebudeni bobo busuku.+ 1 Samuweli 20:33 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 33 Waza uSawule wambinza ngomkhonto ukuze amxabele;+ uYonatan wazi ukuba uyise wayemisele ukuba abulawe uDavide.+
10 Ngenxa yoko uSawule wafuna ukumqhama nodonga+ uDavide ngomkhonto, kodwa waphepha+ wasuka phambi koSawule, ngokokuze umkhonto ubethe eludongeni. UDavide yena wasaba ukuze abaleke ebudeni bobo busuku.+
33 Waza uSawule wambinza ngomkhonto ukuze amxabele;+ uYonatan wazi ukuba uyise wayemisele ukuba abulawe uDavide.+