1 Samuweli 18:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Wabinza ke ngomkhonto+ uSawule waza wathi: “Ndiza kumqhama nodonga uDavide!”+ kodwa uDavide waphepha ukusuka phambi kwakhe, kabini.+ 1 Samuweli 19:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Ngenxa yoko uSawule wafuna ukumqhama nodonga+ uDavide ngomkhonto, kodwa waphepha+ wasuka phambi koSawule, ngokokuze umkhonto ubethe eludongeni. UDavide yena wasaba ukuze abaleke ebudeni bobo busuku.+ Yohane 15:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Akukho bani unothando olukhulu kunolu, lokuba uthile anikezele umphefumlo wakhe ngenxa yabahlobo bakhe.+
11 Wabinza ke ngomkhonto+ uSawule waza wathi: “Ndiza kumqhama nodonga uDavide!”+ kodwa uDavide waphepha ukusuka phambi kwakhe, kabini.+
10 Ngenxa yoko uSawule wafuna ukumqhama nodonga+ uDavide ngomkhonto, kodwa waphepha+ wasuka phambi koSawule, ngokokuze umkhonto ubethe eludongeni. UDavide yena wasaba ukuze abaleke ebudeni bobo busuku.+
13 Akukho bani unothando olukhulu kunolu, lokuba uthile anikezele umphefumlo wakhe ngenxa yabahlobo bakhe.+