IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • IMizekeliso 27:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Kukho inkohlakalo yomsindo, kukwakho nomkhukula womsindo,+ kodwa ngubani na onokuma phambi kwekhwele?+

  • 1 Yohane 3:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Lowo umthiyileyo+ umzalwana wakhe usisibulala-mntu,+ yaye niyazi ukuba akukho sibulala-mntu+ sinobomi obungunaphakade obuhleliyo kuso.+

  • 1 Yohane 4:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 Ukuba umntu uthi: “Ndiyamthanda uThixo,” kodwa abe emthiyile umzalwana wakhe, ulixoki.+ Kuba lowo ungamthandiyo umzalwana wakhe,+ ambonileyo, akanako ukumthanda uThixo, angambonanga.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share