INdumiso 37:32 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 32 Ongendawo uhlala emlalele olilungisa+Yaye ufuna ukumbulala.+ Luka 4:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 Kodwa yena waphuma phakathi kwabo waza wemka.+ Yohane 8:59 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 59 Ngoko ke achola amatye ukuze amgibisele ngawo;+ kodwa uYesu wazifihla waza waphuma etempileni.