1 Samuweli 18:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Waphuma ke uDavide. Naphi na apho uSawule wamthumela khona wayesenza ngokunengqiqo,+ ngokokuze uSawule ambeke phezu kwamadoda emfazwe;+ yaye kwabonakala kulungile emehlweni abo bonke abantu kwanasemehlweni abakhonzi bakaSawule.
5 Waphuma ke uDavide. Naphi na apho uSawule wamthumela khona wayesenza ngokunengqiqo,+ ngokokuze uSawule ambeke phezu kwamadoda emfazwe;+ yaye kwabonakala kulungile emehlweni abo bonke abantu kwanasemehlweni abakhonzi bakaSawule.