IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Samuweli 7:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 UKumkani uDavide wangena, wahlala phambi koYehova waza wathi: “Ndingubani na mna,+ Nkosi enguMongami Yehova? Iyintoni na yona indlu yam ukuba undibeke kwindawo ondibeke kuyo?

  • IMizekeliso 15:33
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 33 Ukoyika uYehova kuyingqeqesho esa ebulumkweni,+ yaye ngaphambi kozuko kukho intobeko.+

  • IMizekeliso 18:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Phambi kokuwa intliziyo yomntu iphakamile,+ yaye phambi kozuko kukho intobeko.+

  • IMizekeliso 22:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Umphumo wentobeko nokoyika uYehova bubutyebi, uzuko nobomi.+

  • Yakobi 4:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Noko ke, ububele obungasifanelanga abunikelayo bukhulu ngakumbi.+ Sitsho nesibhalo ukuthi: “UThixo ubachasile abanekratshi,+ kodwa ubanika ububele obungasifanelanga abathobekileyo.”+

  • 1 Petros 5:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Zithobeni, ke ngoko, phantsi kwesandla esinamandla sikaThixo, ukuze aniphakamise ngexesha elililo;+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share