Genesis 32:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 andifanelwanga bubo bonke obu bubele bothando nakuko konke oku kuthembeka ukubonakalisileyo kumkhonzi wakho,+ kuba ndayiwela le Yordan ndinomsimelelo wam wodwa yaye ngoku ndingamaqela amabini.+ 1 Samuweli 2:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 UMphakamisi wesisweli eluthulini;+Uyamphakamisa olihlwempu eluthuthwini,+Ukuze abahlalise nezidwangube; abanike itrone yozuko+ njengelifa.+Kuba zezikaYehova iintsika zomhlaba,+Yaye ubeka phezu kwazo ilizwe elinemveliso. 1 Samuweli 18:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Wathi ke uDavide kuSawule: “Ndingubani na mna nezizalwana zam, intsapho kabawo, zingoobani na kwaSirayeli, ukuba ndingade ndibe ngumkhwenyana kakumkani?”+ 1 Kronike 17:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Emva koko uKumkani uDavide wangena, wahlala phambi koYehova+ waza wathi: “Ndingubani na mna,+ Yehova Thixo, iyintoni na yona indlu yam+ ukuba undizise nalapha?+ Mika 6:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ukuxelele, mntundini wasemhlabeni, okulungileyo.+ Kwaye yintoni ayibizayo kuwe uYehova ngaphandle kokuqhelisela okusesikweni+ nokuthanda ububele+ nokuthozama+ ekuhambeni noThixo wakho?+
10 andifanelwanga bubo bonke obu bubele bothando nakuko konke oku kuthembeka ukubonakalisileyo kumkhonzi wakho,+ kuba ndayiwela le Yordan ndinomsimelelo wam wodwa yaye ngoku ndingamaqela amabini.+
8 UMphakamisi wesisweli eluthulini;+Uyamphakamisa olihlwempu eluthuthwini,+Ukuze abahlalise nezidwangube; abanike itrone yozuko+ njengelifa.+Kuba zezikaYehova iintsika zomhlaba,+Yaye ubeka phezu kwazo ilizwe elinemveliso.
18 Wathi ke uDavide kuSawule: “Ndingubani na mna nezizalwana zam, intsapho kabawo, zingoobani na kwaSirayeli, ukuba ndingade ndibe ngumkhwenyana kakumkani?”+
16 Emva koko uKumkani uDavide wangena, wahlala phambi koYehova+ waza wathi: “Ndingubani na mna,+ Yehova Thixo, iyintoni na yona indlu yam+ ukuba undizise nalapha?+
8 Ukuxelele, mntundini wasemhlabeni, okulungileyo.+ Kwaye yintoni ayibizayo kuwe uYehova ngaphandle kokuqhelisela okusesikweni+ nokuthanda ububele+ nokuthozama+ ekuhambeni noThixo wakho?+