Genesis 29:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 UYakobi wayemthanda uRakeli. Ngoko wathi: “Ndikulungele ukukukhonza iminyaka esixhenxe ngenxa kaRakeli intombi yakho encinane.”+ Genesis 34:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Liphakamiseni kakhulu ikhazi nesipho endimele ndisikhuphe,+ yaye ndokuvuma ukuninika ngokokutsho kwenu; ukuba nje nondinika ibhinqa elo liselula libe ngumfazi wam.” Eksodus 22:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 “Xa ithe indoda yalukuhla intombi enyulu engaganwanga, yaza yalala nayo,+ yoyilobola ibe ngumfazi wayo.+
18 UYakobi wayemthanda uRakeli. Ngoko wathi: “Ndikulungele ukukukhonza iminyaka esixhenxe ngenxa kaRakeli intombi yakho encinane.”+
12 Liphakamiseni kakhulu ikhazi nesipho endimele ndisikhuphe,+ yaye ndokuvuma ukuninika ngokokutsho kwenu; ukuba nje nondinika ibhinqa elo liselula libe ngumfazi wam.”
16 “Xa ithe indoda yalukuhla intombi enyulu engaganwanga, yaza yalala nayo,+ yoyilobola ibe ngumfazi wayo.+