Genesis 34:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 UShekem unyana kaHamore umHivi,+ isikhulu selo lizwe, wambona waza wamthabatha, walala naye, wamdlwengula.+ Duteronomi 22:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 “Xa indoda ithe yafumana intombazana enyulu engaganwanga, yayibamba yaza yayilala,+ baza babhaqwa,+
2 UShekem unyana kaHamore umHivi,+ isikhulu selo lizwe, wambona waza wamthabatha, walala naye, wamdlwengula.+
28 “Xa indoda ithe yafumana intombazana enyulu engaganwanga, yayibamba yaza yayilala,+ baza babhaqwa,+