Genesis 42:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Ngoko uRubhen wabaphendula, esithi: “Anditshongo na kuni ukuthi, ‘Musani ukumona umfana,’ kodwa anaphulaphula?+ Yabonani ke, liyabizwa ngokuqinisekileyo ke ngoku igazi lakhe.”+ 2 Kronike 6:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 kwanga ungeva nawe usemazulwini,+ uze ubagwebe abakhonzi+ bakho ngokuvakalisa lowo ungongendawo ngokubeka indlela yakhe phezu kwentloko yakhe+ nangokuvakalisa lowo ulilungisa+ elilungisa ngokumnika ngokuvisisana nobulungisa bakhe.+ 1 Yohane 3:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Lowo umthiyileyo+ umzalwana wakhe usisibulala-mntu,+ yaye niyazi ukuba akukho sibulala-mntu+ sinobomi obungunaphakade obuhleliyo kuso.+
22 Ngoko uRubhen wabaphendula, esithi: “Anditshongo na kuni ukuthi, ‘Musani ukumona umfana,’ kodwa anaphulaphula?+ Yabonani ke, liyabizwa ngokuqinisekileyo ke ngoku igazi lakhe.”+
23 kwanga ungeva nawe usemazulwini,+ uze ubagwebe abakhonzi+ bakho ngokuvakalisa lowo ungongendawo ngokubeka indlela yakhe phezu kwentloko yakhe+ nangokuvakalisa lowo ulilungisa+ elilungisa ngokumnika ngokuvisisana nobulungisa bakhe.+
15 Lowo umthiyileyo+ umzalwana wakhe usisibulala-mntu,+ yaye niyazi ukuba akukho sibulala-mntu+ sinobomi obungunaphakade obuhleliyo kuso.+