IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Samuweli 20:32
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 32 Noko ke, uYonatan wamphendula uSawule uyise waza wathi kuye: “Kutheni efanele abulawe?+ Wenze ntoni na?”+

  • Yeremiya 26:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Kuphela nje nifanele nazi ngandlela zonke ukuba, ukuba niyandibulala, nibeka igazi elimsulwa phezu kwenu naphezu kwesi sixeko naphezu kwabemi baso,+ kuba ngokwenyaniso uYehova undithumile ukuba ndithethe ezindlebeni zenu onke la mazwi.”+

  • Mateyu 27:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 esithi: “Ndonile ngokungcatsha igazi elinobulungisa.”+ Bathi: “Kuyini oko kuthi? Zibonele!”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share