Yeremiya 1:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 “Wena ke, ufanele ubhinqe emanqeni akho,+ yaye umele uphakame uze uthethe kubo yonk’ into endikuyalela yona. Musa ukunkwantya ngabo,+ ukuze ndingakunkwantyisi phambi kwabo. Yeremiya 26:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 “Utsho uYehova ukuthi, ‘Yima entendelezweni yendlu kaYehova,+ kwaye umele uthethe ngokuphathelele zonke izixeko zakwaYuda ezifikayo ukuza kuqubuda endlwini kaYehova, onke amazwi endiya kukuyalela ukuba uwathethe kuzo.+ Unganciphisi lizwi.+
17 “Wena ke, ufanele ubhinqe emanqeni akho,+ yaye umele uphakame uze uthethe kubo yonk’ into endikuyalela yona. Musa ukunkwantya ngabo,+ ukuze ndingakunkwantyisi phambi kwabo.
2 “Utsho uYehova ukuthi, ‘Yima entendelezweni yendlu kaYehova,+ kwaye umele uthethe ngokuphathelele zonke izixeko zakwaYuda ezifikayo ukuza kuqubuda endlwini kaYehova, onke amazwi endiya kukuyalela ukuba uwathethe kuzo.+ Unganciphisi lizwi.+