1 Samuweli 29:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Waphendula uAkishe waza wathi kuDavide: “Ndazi kakuhle ukuba ubulungile kwawam amehlo, njengengelosi kaThixo.+ Kuphela nje ziinkosana zamaFilisti ezithe, ‘Makangenyuki nathi ukuya edabini.’ 2 Samuweli 14:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 ngoko isicakakazi sakho sathi, ‘Ilizwi lenkosi yam ukumkani malibe lelinika ukuphumla.’ Kuba kanye njengengelosi+ kaTHIXO oyinyaniso injalo inkosi yam ukumkani, ukwahlula okulungileyo kokubi,+ yaye ngamana uYehova uThixo wakho angaba nawe.”
9 Waphendula uAkishe waza wathi kuDavide: “Ndazi kakuhle ukuba ubulungile kwawam amehlo, njengengelosi kaThixo.+ Kuphela nje ziinkosana zamaFilisti ezithe, ‘Makangenyuki nathi ukuya edabini.’
17 ngoko isicakakazi sakho sathi, ‘Ilizwi lenkosi yam ukumkani malibe lelinika ukuphumla.’ Kuba kanye njengengelosi+ kaTHIXO oyinyaniso injalo inkosi yam ukumkani, ukwahlula okulungileyo kokubi,+ yaye ngamana uYehova uThixo wakho angaba nawe.”