1 Samuweli 29:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Waphendula uAkishe waza wathi kuDavide: “Ndazi kakuhle ukuba ubulungile kwawam amehlo, njengengelosi kaThixo.+ Kuphela nje ziinkosana zamaFilisti ezithe, ‘Makangenyuki nathi ukuya edabini.’ 2 Samuweli 19:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Ngoko yena wamnyelisa+ umkhonzi wakho enkosini yam ukumkani. Kodwa inkosi yam ukumkani injengengelosi+ kaTHIXO oyinyaniso, ngoko ke yenza okulungileyo emehlweni akho.
9 Waphendula uAkishe waza wathi kuDavide: “Ndazi kakuhle ukuba ubulungile kwawam amehlo, njengengelosi kaThixo.+ Kuphela nje ziinkosana zamaFilisti ezithe, ‘Makangenyuki nathi ukuya edabini.’
27 Ngoko yena wamnyelisa+ umkhonzi wakho enkosini yam ukumkani. Kodwa inkosi yam ukumkani injengengelosi+ kaTHIXO oyinyaniso, ngoko ke yenza okulungileyo emehlweni akho.