2 Samuweli 17:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Kwathi ke, kamsinya nje akufika uDavide eMahanayim, uShobhi unyana kaNahashe waseRabha+ yoonyana baka-Amoni,+ noMakire+ unyana ka-Amiyeli+ waseLo-debhare, noBharzilayi+ umGiliyadi waseRogelim+ 1 Kumkani 2:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 “Oonyana bakaBharzilayi+ umGiliyadi ufanele ubenzele ububele bothando, kwaye bamele babe phakathi kwabo badla etafileni yakho;+ kuba leyo yayiyindlela abasondela ngayo+ kum ekubalekeni kwam phambi koAbhisalom umntakwenu.+
27 Kwathi ke, kamsinya nje akufika uDavide eMahanayim, uShobhi unyana kaNahashe waseRabha+ yoonyana baka-Amoni,+ noMakire+ unyana ka-Amiyeli+ waseLo-debhare, noBharzilayi+ umGiliyadi waseRogelim+
7 “Oonyana bakaBharzilayi+ umGiliyadi ufanele ubenzele ububele bothando, kwaye bamele babe phakathi kwabo badla etafileni yakho;+ kuba leyo yayiyindlela abasondela ngayo+ kum ekubalekeni kwam phambi koAbhisalom umntakwenu.+