2 Samuweli 19:32 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 32 Ke uBharzilayi wayemdala kakhulu, njengoko wayenamashumi asibhozo eminyaka ubudala;+ yaye yena wambonelela ngokutya ukumkani ngoxa wayehlala eMahanayim,+ kuba wayengumntu omkhulu kakhulu.+ 1 Kumkani 2:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 “Oonyana bakaBharzilayi+ umGiliyadi ufanele ubenzele ububele bothando, kwaye bamele babe phakathi kwabo badla etafileni yakho;+ kuba leyo yayiyindlela abasondela ngayo+ kum ekubalekeni kwam phambi koAbhisalom umntakwenu.+
32 Ke uBharzilayi wayemdala kakhulu, njengoko wayenamashumi asibhozo eminyaka ubudala;+ yaye yena wambonelela ngokutya ukumkani ngoxa wayehlala eMahanayim,+ kuba wayengumntu omkhulu kakhulu.+
7 “Oonyana bakaBharzilayi+ umGiliyadi ufanele ubenzele ububele bothando, kwaye bamele babe phakathi kwabo badla etafileni yakho;+ kuba leyo yayiyindlela abasondela ngayo+ kum ekubalekeni kwam phambi koAbhisalom umntakwenu.+