IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Samuweli 25:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Ke kaloku kwakukho indoda eMahon,+ emsebenzi wayo wawuseKarmele.+ Loo ndoda yayisisikhulu kakhulu, yaye yayinezimvu ezingamawaka amathathu neebhokhwe eziliwaka; yaza ke yazixakekisa ngokucheba+ izimvu zayo eKarmele.

  • Yobhi 1:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Imfuyo yayo+ yaba zizimvu ezingamawaka asixhenxe neenkamela ezingamawaka amathathu nezipani zeenkomo ezingamakhulu amahlanu neemazi zamaesile ezingamakhulu amahlanu, kunye nabakhonzi abaninzi kakhulu; yaye loo ndoda yaba yeyona inkulu kubo bonke abaseMpumalanga.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share