2 Samuweli 13:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Kwathi emva kweminyaka emibini epheleleyo uAbhisalom waba nabachebi beegusha+ eBhahali-hatsore, ekufuphi kwaEfrayim;+ yaye uAbhisalom wabamema bonke oonyana bakakumkani.+
23 Kwathi emva kweminyaka emibini epheleleyo uAbhisalom waba nabachebi beegusha+ eBhahali-hatsore, ekufuphi kwaEfrayim;+ yaye uAbhisalom wabamema bonke oonyana bakakumkani.+