2 Samuweli 13:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Kodwa ukumkani wathi kuAbhisalom: “Hayi, nyana wam! Masingahambi sonke, ukuze singabi luxanduva kuwe.” Nangona wambongozayo,+ akazange avume ukuhamba kodwa wamsikelela.+ 2 Samuweli 15:33 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 33 Noko ke, uDavide wathi kuye: “Ukuba okunene uthe wawela nam, ngokuqinisekileyo ke ubuya kuba ngumthwalo kum.+
25 Kodwa ukumkani wathi kuAbhisalom: “Hayi, nyana wam! Masingahambi sonke, ukuze singabi luxanduva kuwe.” Nangona wambongozayo,+ akazange avume ukuhamba kodwa wamsikelela.+
33 Noko ke, uDavide wathi kuye: “Ukuba okunene uthe wawela nam, ngokuqinisekileyo ke ubuya kuba ngumthwalo kum.+