INtshumayeli 9:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Kwakukho isixeko esincinane, yaye sasinabantu abambalwa; kwaza kwafika kuso ukumkani omkhulu, wasingqonga waza wakha nxamnye naso amagwiba amakhulu.+ Yeremiya 33:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 “Kuba utsho uYehova uTHIXO kaSirayeli ngokuphathelele izindlu zesi sixeko nangokuphathelele izindlu zookumkani bakwaYuda ezidilizwayo ngenxa yemisele yokungqinga nangenxa yekrele;+ Luka 19:43 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 43 Ngenxa yokuba kuya kuza phezu kwakho imihla yaxa iintshaba zakho ziya kwakha inqaba+ zikujikeleze ngezibonda ezibaziweyo+ yaye ziya kukurhawula+ zize zikubandezele+ macala onke,
14 Kwakukho isixeko esincinane, yaye sasinabantu abambalwa; kwaza kwafika kuso ukumkani omkhulu, wasingqonga waza wakha nxamnye naso amagwiba amakhulu.+
4 “Kuba utsho uYehova uTHIXO kaSirayeli ngokuphathelele izindlu zesi sixeko nangokuphathelele izindlu zookumkani bakwaYuda ezidilizwayo ngenxa yemisele yokungqinga nangenxa yekrele;+
43 Ngenxa yokuba kuya kuza phezu kwakho imihla yaxa iintshaba zakho ziya kwakha inqaba+ zikujikeleze ngezibonda ezibaziweyo+ yaye ziya kukurhawula+ zize zikubandezele+ macala onke,