2 Samuweli 20:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Bafika ke, bamngqinga eAbheli yaseBhete-mahaka baza basibiyela isixeko ngongqameko lokungqinga,+ njengoko sasimi phakathi kongqameko. Yaye bonke abantu ababenoYowabhi babelusingela phantsi udonga, ukuze baluphose phantsi.
15 Bafika ke, bamngqinga eAbheli yaseBhete-mahaka baza basibiyela isixeko ngongqameko lokungqinga,+ njengoko sasimi phakathi kongqameko. Yaye bonke abantu ababenoYowabhi babelusingela phantsi udonga, ukuze baluphose phantsi.