Yoshuwa 17:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 UYoshuwa wathi kubo: “Ukuba nisisizwana esikhulu, nyukani niye ehlathini, nize nizihlahlele lona apho kwilizwe lamaPerizi+ namaRefa,+ ngenxa yokuba ummandla weentaba+ wakwaEfrayim uye waba mxinwa kakhulu kuni.” ABagwebi 2:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Ngoko bamngcwaba kummandla welifa lakhe eTimnati-heres+ kummandla weentaba wakwaEfrayim, kumntla weNtaba iGahashe.+
15 UYoshuwa wathi kubo: “Ukuba nisisizwana esikhulu, nyukani niye ehlathini, nize nizihlahlele lona apho kwilizwe lamaPerizi+ namaRefa,+ ngenxa yokuba ummandla weentaba+ wakwaEfrayim uye waba mxinwa kakhulu kuni.”
9 Ngoko bamngcwaba kummandla welifa lakhe eTimnati-heres+ kummandla weentaba wakwaEfrayim, kumntla weNtaba iGahashe.+