1 Samuweli 17:51 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 51 Waqhubeka ke uDavide ebaleka waya kuma phezu komFilisti. Wandula ke wathabatha ikrele lakhe+ waza walirhola esingxotyeni salo wambulala ngokuqinisekileyo xa wamnqula intloko ngalo.+ AmaFilisti abona ukuba onamandla wawo ufile, aza asaba.+ 1 Samuweli 31:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Ayinqumla ke intloko yakhe,+ amhluba izikrweqe zakhe aza athumela kwilizwe lamaFilisti macala onke ukwazisa+ izindlu zoothixo bawo+ nabantu. 2 Kumkani 10:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Yaye kwathi kamsinya nje yakufika incwadi kubo, babathabatha oonyana bakakumkani babaxabela, amadoda angamashumi asixhenxe,+ emva koko bazifaka ezingobozini iintloko zabo baza bazithumela kuye eYizereli.
51 Waqhubeka ke uDavide ebaleka waya kuma phezu komFilisti. Wandula ke wathabatha ikrele lakhe+ waza walirhola esingxotyeni salo wambulala ngokuqinisekileyo xa wamnqula intloko ngalo.+ AmaFilisti abona ukuba onamandla wawo ufile, aza asaba.+
9 Ayinqumla ke intloko yakhe,+ amhluba izikrweqe zakhe aza athumela kwilizwe lamaFilisti macala onke ukwazisa+ izindlu zoothixo bawo+ nabantu.
7 Yaye kwathi kamsinya nje yakufika incwadi kubo, babathabatha oonyana bakakumkani babaxabela, amadoda angamashumi asixhenxe,+ emva koko bazifaka ezingobozini iintloko zabo baza bazithumela kuye eYizereli.