2 Samuweli 15:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Waza ukumkani wahlabela mgama wathi kuTsadoki umbingeleli: “Wena uyimboni,+ akunjalo? Buyela esixekweni ngoxolo, kwanoAhimahatse unyana wakho noYonatan+ unyana ka-Abhiyatare, oonyana benu bobabini, kunye nani. 2 Samuweli 17:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Kamva uHushayi wathi kuTsadoki+ noAbhiyatare ababingeleli: “Wenjenje waza wenjenjeya uAhitofele ukucebisa uAbhisalom namadoda amakhulu akwaSirayeli; mna ke ndenjenje ndaza ndenjenjeya ukucebisa. 1 Kumkani 4:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 uBhenaya+ unyana kaYehoyada wayephethe umkhosi,+ yaye uTsadoki noAbhiyatare+ babengababingeleli;
27 Waza ukumkani wahlabela mgama wathi kuTsadoki umbingeleli: “Wena uyimboni,+ akunjalo? Buyela esixekweni ngoxolo, kwanoAhimahatse unyana wakho noYonatan+ unyana ka-Abhiyatare, oonyana benu bobabini, kunye nani.
15 Kamva uHushayi wathi kuTsadoki+ noAbhiyatare ababingeleli: “Wenjenje waza wenjenjeya uAhitofele ukucebisa uAbhisalom namadoda amakhulu akwaSirayeli; mna ke ndenjenje ndaza ndenjenjeya ukucebisa.